Inguqulelo ka accelerate in isiXhosa

accelerate

-nyusa isantya

Ubizo-magama /ak-sel-uh-rayt/

isenziaccelerated, accelerating

  • 1

    -nyusa isantya
    -khawuleza
    Accelerate and pass that bus! Nyusa isantya udlule kulaa bhasi!