Inguqulelo ka access in isiXhosa

access

ufikeleleko

Ubizo-magama /ak-sess/

isibizo

  • 1

    ufikeleleko
    ukufikelela
    Access to the stadium is through this gate Ufikelelo ebaleni lunqumla kweli sango
  • 2

    ukufikelela
    Does every learner have access to computers? Ngaba wonke umfundi uyakwazi ukufikelela kwiikhompyutha?

Inguqulelo ka access in isiXhosa

access

-fumana

Ubizo-magama /ak-sess/

isenzi

  • 1

    -fumana
    You can access the information in the library Unakho ukuzifumana iinkcukacha kwithala leencwadi

Inguqulelo ka access in isiXhosa

access

-fumana

Ubizo-magama /ak-sess/

isenzi

  • 1

    -fumana
    You can access the information in the library Unakho ukuzifumana iinkcukacha kwithala leencwadi