Inguqulelo ka add in isiXhosa

add

-dibanisa

Ubizo-magama /ad/

isenziadded, adding

  • 1

    -dibanisa
    If you add 2 and 2, you get 4 Ukuba udibanisa isi-2 nesi-2, uya kufumana isi-4
    → Compare subtract
  • 2

    -faka
    -fakela
    -dibanisa
    Please add sugar to my tea Nceda faka iswekile etini yam
    Add your name to this list Faka igama lakho kolu luhlu
  • 3

    -ongeza
    "Don't forget the bread," she added "Ungasilibali isonka," wongeza watsho