Inguqulelo ka addict in isiXhosa

addict

ikhoboka la-

Ubizo-magama /ad-ikt/

isibizoPlural addicts

  • 1

    ikhoboka la-
    A drug addict is a person who feels a very strong need to use dangerous drugs Ikhoboka leziyobisi ngumntu onenkanuko enkulu yokusebenzisa iziyobisi eziyingozi