Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika address in isiXhosa

: address1address2

address1

iadresi

Ubizo-magama /uh-dress or ad-ress/

isibizoPlural addresses

  • 1

    iadresi
    My address is 35 Zondi Street, Langa Iadresi yam ithi 35 Zondi Street, Langa
  • 2

    intetho
    We heard the President's address to the nation on TV Sive intetho kaMongameli ebhekisa esizweni, kwithivi

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika address in isiXhosa

: address1address2

address2

-bhala iadresi

Ubizo-magama /uh-dress/

isenziaddressed, addressing

  • 1

    -bhala iadresi
    -thumela ngeadresi
    -sebenzisa iadresi
    I addressed the letter to my mother Ndiyithumele ngeadresi kamama ileta
  • 2

    -thetha
    The President will address the nation on TV UMongameli uza kuthetha nesizwe ethivini