Inguqulelo ka admire in isiXhosa

admire

-bukela

Ubizo-magama /ad-my-uh/

isenziadmired, admiring

  • 1

    -bukela
    -ncoma
    -buka
    I admire Mark because he is brave and kind Ndiyamncoma uMark, kuba ukhaliphile yaye unobubele
  • 2

    -bukela
    My brother was admiring a beautiful girl Ubhuti wam wayebukele intombazana entle