Inguqulelo ka advice in isiXhosa

advice

icebo

Ubizo-magama /uhd-vyss/

isibizo

  • 1

    icebo
    ingcebiso
    icebiso
    My father gave me good advice Utata undinike icebo elilungileyo
    My advice is to do your school work first Icebiso lam kukuba wenze umsebenzi wesikolo kuqala

Usetyenziso

Don't confuse the noun 'advice' with the verb 'advise'.