Inguqulelo ka after in isiXhosa

after

emva kwa-

Ubizo-magama /aaf-tuh/

preposition & isihlomelo

  • 1

    emva kwa-
    You finished after me Ugqibe emva kwam
    Come after three o'clock Yiza emva kwentsimbi yesithathu
  • 2

    emva kwa-
    I ran after Lihle and caught her Ndibaleke emva koLihle, ndamfumana

Usetyenziso

Remember that with class 1a nouns, 'kwa-' changes to 'ko-'.