Inguqulelo ka agreement in isiXhosa

agreement

isivumelwano

Ubizo-magama /uh-gree-muhnt/

isibizoPlural agreements

  • 1

    isivumelwano
    imvumelwano
    The friends have an agreement to help each other Abahlobo banesivumelwano sokuncedana
  • 2

    isivumelwano
    imvumelwano
    South Africa has trade agreements with Britain UMzantsi Afrika unesivumelwano sokurhwebelana neBhrithani