Inguqulelo ka agriculture in isiXhosa

agriculture

ulimo

Ubizo-magama /ag-ri-kul-tshuh/

isibizo

  • 1

    ulimo
    ezolimo
    inzulu-lwazi ngolimo
    Mike wants to be a farmer so he studied agriculture at the college UMike ufuna ukuba ngumfama, ngoko ke ufunde ezolimo