Inguqulelo ka algebra in isiXhosa

algebra

ialjibra

Ubizo-magama /al-juh-bruh/

isibizo

izibalo

  • 1

    ialjibra
    • a type of mathematics in which letters and symbols stand for numbers
    • uhlobo lwemathematika apho iileta nemiqondiso (okanye iisimboli) zimele amanani