Inguqulelo ka almost in isiXhosa

almost

-phantse

Ubizo-magama /awl-mohst/

isihlomelo

  • 1

    -phantse
    We're almost home now Sesiphantse ukufika ekhaya ngoku
    → Synonym of nearly
    It's almost ten o'clock Phantse ibe yintsimbi yeshumi ngoku
    I almost fell Ndiphantse ndawa

Usetyenziso

'-phantse' is an auxiliary verb that adds the sense of "almost" to other verbs.