Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika alternate in isiXhosa

: alternate1alternate2

alternate1

-tshintshana

Ubizo-magama /ol-tuh-nayt/

isenzialternated, alternating

  • 1

    -tshintshana
    -bolekisana
    The two workers alternate: Zweli works on Monday, Joe works on Tuesday, Zweli on Wednesday, etc. Abasebenzi ababini bayabolekisana: UZweli usebenza ngoMvulo, uJoe usebenza ngoLwesibini, uZweli ngoLwesithathu, njalonjalo

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika alternate in isiXhosa

: alternate1alternate2

alternate2

-bolekisanayo

Ubizo-magama /ol-tur-nuht/

isiphawuli

  • 1

    -bolekisanayo
    Zweli and Joe work on alternate days: Zweli on Monday, Joe on Tuesday, Zweli on Wednesday, etc. UZweli noJoe basebenza iintsuku ezibolekisanayo: uZweli ngoMvulo, uJoe ngoLwesibini, uZweli ngoLwesithathu njalonjalo