Inguqulelo ka altitude in isiXhosa

altitude

umphakamo

Ubizo-magama /al-ti-tyood/

isibizoPlural altitudes

inzululwazi ngezelizwe

  • 1

    umphakamo
    Johannesburg's altitude is 1 750 metres (= it is 1 750 metres above sea level) Umphakamo waseGoli ziimitha ezili-1750 entla kolwandle
    • the height of something above the level of the sea
    • umphakamo wento ongentla kumgangatho wolwandle