Inguqulelo ka ammunition in isiXhosa

ammunition

iimbumbulu

Ubizo-magama /am-yuu-nish-uhn/

isibizo

  • 1

    iimbumbulu
    The soldiers had guns but no ammunition, so they couldn't shoot Amajoni abe nemipu kodwa engenazo iimbumbulu, ngoko ke akakwazanga ukudubula