Inguqulelo ka angle in isiXhosa

angle

iengile

Ubizo-magama /ang-guhl/

isibizoPlural angles

izibalo

  • 1

    iengile
    Triangles have three angles Oonxantathu banee-engile ezintathu
    an angle of 30 degrees iengile ezidigri ezingama-30
    • the space, measured in degrees, between two lines or planes that meet
    • isithuba esilinganiswe ngeedigri (okanye amaqondo), phakathi kwemigca emibini okanye imigca ethe ngqo edibanayo