Inguqulelo ka apostrophe in isiXhosa

apostrophe

isimeli-nobumba

Ubizo-magama /uh-poss-truh-fee/

isibizoPlural apostrophes

inzululwazi geelwimi

  • 1

    isimeli-nobumba
    • in English and isiXhosa, the punctuation mark ' is used to show that one or more letters have been left out
    • KwisiNgesi nesiXhosa olu phawu ' lusetyenziselwa ukubonisa ukuba ileta enye okanye ngaphezulu zishiyiwe

Usetyenziso

In English the apostrophe is also used to show possession, as in 'the man's guitar'.