Inguqulelo ka appeal in isiXhosa

appeal

-cela

Ubizo-magama /uh-peel/

isenziappealed, appealing

  • 1

    -cela
    Farmers appealed for help after the fire Amafama acela uncedo emva komlilo omkhulu

Inguqulelo ka appeal in isiXhosa

appeal

isicelo

Ubizo-magama /uh-peel/

isibizo

  • 1

    isicelo
    Police made an urgent appeal for information about the missing child Amapolisa enza isicelo esingxamisekileyo ngolwazi malunga nomntwana olahlekileyo