Inguqulelo ka apply in isiXhosa

apply

-cela

Ubizo-magama /uh-ply/

isenziapplied, applying

  • 1

    -cela
    -faka isicelo
    She applied for a job as a nurse Wacela umsebenzi wokuba ngumongikazi
  • 2

    -qaba
    Apply polish to your shoes, then rub them Qaba ipolishi ezihlangwini zakho, uze uzihlikihle
  • 3

    -zimisela
    If you apply yourself to maths, you will pass! Ukuba uyazimisela kwizibalo, uza kuyipasa!