Inguqulelo ka archaeology in isiXhosa

archaeology

inzululwazi ngezakudala

Ubizo-magama /aak-i-ol-uh-jee/

isibizo

inzululwazi ngezelizwe imbali

  • 1

    inzululwazi ngezakudala
    If you study archaeology you will investigate ancient civilisations Ukuba ufunda ngenzululwazi yezakudala uza kuphanda ngeenkcubeko zakudala
    • the scientific study of things left behind by people
    • inzululwazi ngezinto ezishiywe ngabantu ngasemva