Inguqulelo ka as in isiXhosa

as

xa

Ubizo-magama /az/

preposition & isihlanganisi

  • 1

    xa
    The phone rang as I was leaving the house Ifowuni ikhale xa ndiphuma endlwini
    → Synonym of when
  • 2

    njengoko
    I'll stay at home as my child is sick Ndiza kuhlala ekhaya njengoko umntwana wam egula
    → Synonym of because
  • 3

    njenga-
    He works as a taxi driver Usebenza njengomqhubi weteksi