Inguqulelo ka assemble in isiXhosa

assemble

-dibanisa

Ubizo-magama /uh-sem-buhl/

isenziassembled, assembling

  • 1

    -dibanisa
    Assemble a bicycle, using this frame and these wheels Dibanisa ibhayisekile usebenzise esi sakhelo kunye nala mavili
  • 2

    -dibana
    -hlangana
    Assemble in the hall at two o'clock Dibanani eholweni ngentsimbi yesibini