Inguqulelo ka assess in isiXhosa

assess

-hlola

Ubizo-magama /uh-sess/

isenziassessed, assessing

  • 1

    -hlola
    -xabisa
    The farmer is assessing the damage done to his crops Umfama uhlola umonakalo owenzeke kwisivuno sakhe
  • 2

    Isikolo
    -hlola
    -vandlakanya
    The teacher collected our work to assess it Utitshala uqokelele umsebenzi wethu ukuze awuhlole
    • evaluate something to judge how good it is
    • ukuhlola into ukufikelela kwisigqibo sokuba ilunge kangakanani