Inguqulelo ka at in isiXhosa

at

Ubizo-magama /at/

preposition

  • 1

    (with a noun indicating a place)
    Nikiwe is at home UNikiwe usekhaya
    He is at the river Usemlanjeni
    I live at number 10, Disa Street Ndihlala kwanamba 10, eDisa Street
  • 2

    (with names of people)
    He's at the Ndlovus UkwaNdlovu
  • 3

    (time)
    nga-
    We'll go at three o'clock Siza kuhamba ngentsimbi yesithathu
  • 4

    ku-
    I am looking at her Ndijonga kuye

Usetyenziso

The connecting '-s-' in 'usekhaya' in Sense 1 is a buffer that connects the concord and the locative 'e'.