Inguqulelo ka authority in isiXhosa

authority

igunya

Ubizo-magama /aw-tho-ri-tee/

isibizoPlural authorities

  • 1

    igunya
    The police have the authority to make drivers stop Amapolisa anegunya lokumisa abaqhubi
  • 2

    isiphathamandla
    Cape Town's authorities have banned dogs on this beach Iziphathamandla zaseKapa zizivalile izinja enxwemeni
  • 3

    ingcungela
    incutshe
    ingcali
    He is an authority on sports injuries Uyingcali kwiingozi zemidlalo