Inguqulelo ka avenue in isiXhosa

avenue

iavenyu

Ubizo-magama /av-uh-nyoo/

isibizoPlural avenues

  • 1

    iavenyu
    indledlana enemithi emacaleni
    isitrato esibanzi edolophini
    We walked along a shady avenue Sihambe ngendledlana enemithi emacaleni
    Our address is 3 Thorn Avenue Iadresi yethu ithi 3 Thorn Avenyu

Usetyenziso

'Avenue' is sometimes abbreviated to 'Ave', as in '3 Thorn Ave'.