Inguqulelo ka average in isiXhosa

average

iavareji

Ubizo-magama /av-uh-rij/

isibizoPlural averages

izibalo

  • 1

    iavareji
    umyinge
    phakathi
    • the value that you get when you add two or more quantities together and then divide the total by the number of quantities
    • inani okanye ixabiso olifumana xa udibanisa imilinganiselo emibini nangaphezulu, uze ulahlule ngenani lesixa okanye lobuninzi

isiphawuli

  • 1

    -phakathi
    Lungi is of average height – not very tall and not very short ULungi uphakathi ngobude – akamde yaye akamfutshane