Inguqulelo ka award in isiXhosa

award

ibhaso

Ubizo-magama /uh-wawd/

isibizoPlural awards

  • 1

    ibhaso
    umvuzo
    iwonga
    Hannah won an award for her painting UHannah uzuze ibhaso ngemizobo yakhe

Inguqulelo ka award in isiXhosa

award

-wonga

Ubizo-magama /uh-wawd/

isenzi

  • 1

    -wonga
    The school awards prizes to learners who make progress Isikolo siwonga abafundi abaqhubele phambili ngamabhaso

Inguqulelo ka award in isiXhosa

award

-wonga

Ubizo-magama /uh-wawd/

isenzi

  • 1

    -wonga
    The school awards prizes to learners who make progress Isikolo siwonga abafundi abaqhubele phambili ngamabhaso