Inguqulelo ka awkward in isiXhosa

awkward

-nzima

Ubizo-magama /awk-wuhd/

isiphawulimore awkward, most awkward

  • 1

    -nzima
    -sokolisa
    -xaka(yo)
    This big box is awkward to carry Le bhokisi inkulu kuyasokolisa ukuyithwala
  • 2

    -nqabileyo
    -xakayo
    -enzela iintloni
    -nzima
    I feel awkward walking in late Indenzela iintloni into yokuhamba emva kwexesha