Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika back in isiXhosa

: back1back2

back1

PC+ngasemva

isiphawuli

  • 1

    PC+ngasemva
    The back door of the house is closed Ucango lwangasemva lwendlu luvaliwe

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika back in isiXhosa

: back1back2

back2

PC+ngasemva

isiphawuli

  • 1

    PC+ngasemva
    The back door of the house is closed Ucango lwangasemva lwendlu luvaliwe

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika back in isiXhosa

: back1back2

back

emva

Ubizo-magama /bak/

isihlomelo

  • 1

    emva
    ngemva
    I turned round and looked back at the sea Ndijike ndajonga ngemva elwandle
  • 2

    -the qelele
    The shop stands back from the street Ivenkile ithe qelele esitratweni

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika back in isiXhosa

: back1back2

back

umqolo

Ubizo-magama /bak/

isibizoPlural backs

  • 1

    (of a person or animal)
    umqolo
    The boy lay on his back Inkwenkwe ilele ngomqolo
    a horse's back umqolo wehashe
  • 2

    umva
    Write your name on the back of the envelope Bhala igama lakho kumva wemvulophu
    → Antonym of front