Inguqulelo ka background in isiXhosa

background

umva

Ubizo-magama /bak-grownd/

isibizoPlural backgrounds

  • 1

    umva
    The picture has horses in front and mountains in the background Umfanekiso unamahashe ngaphambili kunye neentaba ngasemva
  • 2

    imvelaphi
    I am from a poor background; my parents did not have money Ndiphuma kwimvelaphi ehluphekileyo; abazali bam babengenamali