Inguqulelo ka bake in isiXhosa

bake

-bhaka

Ubizo-magama /bayk/

isenzibaked, baking

  • 1

    -bhaka
    Let's bake a cake Masibhake ikeyiki
  • 2

    -bhakwa
    Bread is baking in the oven Isonka sisabhakwa eondini
  • 3

    -tshisa
    Bake the clay pots to harden them Tshisa iingqayi zomdongwe ukuze ziqine