Inguqulelo ka balance sheet in isiXhosa

balance sheet

iphepha lokubonisa umcono

isibizoPlural balance sheets

ufundo ngezoqoqosho

  • 1

    iphepha lokubonisa umcono
    • a document that shows the financial state of a business at a certain time, usually by listing its assets and liabilities or its income and expenditure in separate columns
    • uxwebhu (okanye idotyhumenti) olubonisa imeko yezimali yeshishini ngethuba elithile, elidla ngokudwelisa izinto umntu anazo kunye namatyala okanye ingeniso kunye nenkcitho kwiikholam ezahlukeneyo