Inguqulelo ka barrel in isiXhosa

barrel

umphanda

Ubizo-magama /ba-ruhl/

isibizoPlural barrels

  • 1

    umphanda
    ifatyi ngokungekho sikweni
    He brews beer in a wooden barrel Udidiyele utywala emphandeni womthi
  • 2

    umbhobho wompu
    umphambili wompu
    The barrel of a gun is made of metal Umbhobho wompu wenziwe ngentsimbi