Inguqulelo ka basin in isiXhosa

basin

isitya esikhulu

Ubizo-magama /bay-sin/

isibizoPlural basins

  • 1

    isitya esikhulu
    Mix the dough in a basin Xovela intlama esityeni esikhulu
  • 2

    isinki
    The bathroom has a basin and a bath Igumbi lokuhlamba linesinki nebhafu