Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika bat in isiXhosa

: bat1bat2

bat1

ilulwane

Ubizo-magama /bat/

isibizoPlural bats

  • 1

    ilulwane
    Bats are animals that look like mice with wings Amalulwane zizilwanyana ezikhangeleka ngokweempuku ezinamaphiko
  • 2

    ibhethi
    iphini lebhola
    Lonwabo hit the ball with his bat ULonwabo ubethe ibhola ngebhethi lakhe

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika bat in isiXhosa

: bat1bat2

bat2

-bhethisha

Ubizo-magama /bat/

isenzibatted, batting

  • 1

    -bhethisha
    -qhokra
    In today's match, James will bat after Zweli Kulo mdlalo wanamhlanje, uJames uza kubhethisha emva koZweli