Inguqulelo ka be in isiXhosa

be

Ubizo-magama /bee/

isenziwas, were, being, been

  • 1

    I am at home today Ndisekhaya namhlanje
    I was at school yesterday Bendisesikolweni izolo
    I will be in Cape Town tomorrow Ndiza kuba ndiseKapa ngomso
    Who are you? Ungubani?
    I am Ben NdinguBen
  • 2

    -ba
    He is studying to be a teacher Ufundela ukuba ngutitshala
    Sizwe will be home soon USizwe uza kuba sekhaya kamsinya
  • 3

    (referring to age)
    SC+-na
    He is fifteen; he will be sixteen in May Uneminyaka elishumi elinesihlanu; uza kuba neminyaka elishumi elinesithandathu ngoMeyi

Usetyenziso

The verb 'to be' in English is very irregular. For Sense 1, you will most often use a subject concord (for verbs) or copulative concord (for nouns). You might also use an adjective or relative concord.