Inguqulelo ka before in isiXhosa

before

phambi kwa-

Ubizo-magama /bi-faw/

isihlanganisi, preposition, & isihlomelo

  • 1

    phambi kwa-
    phambi kokuba
    Say goodbye before you go Yithi sala kakuhle phambi kokuba uhambe
  • 2

    phambi kwa-
    She stood before me in the line Umi phambi kwam emgceni
  • 3

    ngaphambili
    I have seen the film before Ndakhe ndayibona ifilimu ngaphambili