Inguqulelo ka behave in isiXhosa

behave

-ziphatha

Ubizo-magama /bi-hayv/

isenzibehaved, behaving

  • 1

    -ziphatha
    Did you behave well today? Uziphethe kakuhle namhlanje?
    Please behave yourself Khawuziphathe kakuhle