Inguqulelo ka behind in isiXhosa

behind

emva kwa-

Ubizo-magama /bi-hynd/

isihlomelo & preposition

  • 1

    emva kwa-
    Leonie hid behind the door ULeonie uzimele emva kocango
  • 2

    -shiyekile
    emva lee ku-
    She's far behind Jo in this race Usemva lee kuJo kolu gqatso
    → Antonym of ahead
    He's behind with his work Usemva emsebenzini wakhe