Inguqulelo ka below in isiXhosa

below

phantsi kwa-

Ubizo-magama /bi-loh/

isihlomelo & preposition

  • 1

    phantsi kwa-
    ngaphantsi kwa-
    ezantsi kwa-
    She swam below the surface of the water Uqubhe ngaphantsi kwamanzi
    The village is below the mountain Ilali iphantsi kwentaba
  • 2

    -ngaphantsi kwa-
    Choose a number below ten Khetha inani elingaphantsi kweshumi