Inguqulelo ka beyond in isiXhosa

beyond

-phesheya kwa-

Ubizo-magama /bi-yond/

isihlomelo & preposition

  • 1

    -phesheya kwa-
    ngaphaya kwa-
    Don't walk beyond the fence Musa ukuhamba ngaphaya kocingo
    Farms beyond the river belong to Mr Madolo Iifama ezingaphesheya komlambo zezikaMnu Madolo