Inguqulelo ka binary in isiXhosa

binary

-nxambini

Ubizo-magama /bine-uh-ree/

isiphawuli

  • 1

    -nxambini
    Water is an example of a binary compound. It is made up of two elements: hydrogen and oxygen Amanzi ngumzekelo wento enxambini. Enziwe ngezinto ezimbini: umngxenga-moya nomongo-moya