Inguqulelo ka biodiversity in isiXhosa

biodiversity

Ubizo-magama /by-oh-dy-verss-i-tee/

isibizo

ibhayoloji

  • 1

    iintlobo ngeentlobo zendalo zengingqi ethile
    Biodiversity helps to create a healthy environment Ukufumaneka ndawonye kweentlobo ngeentlobo zendalo kudala imeko yokusingqongileyo ephilileyo
    • the existence of different plants and animals together
    • ubukho beendidi zezityalo nezilwanyana ndawonye