Inguqulelo ka biome in isiXhosa

biome

ibhayomi

Ubizo-magama /by-ohm/

isibizoPlural biomes

I-ikholoji inzululwazi ngezelizwe

  • 1

    ibhayomi
    Forests, marshes and grassland are three different biomes Amahlathi, imigxobhozo namathafa engca ziindidi ezintathu ezahlukeneyo zebhayomi
    • a region that has a certain climate, vegetation and animal life
    • ummandla onemozulu ethile, izityalo kunye nezilwanyana