Inguqulelo ka bisect in isiXhosa

bisect

-canda

Ubizo-magama /by-sekt/

isenzibisected, bisecting

izibalo

  • 1

    -canda
    -sika phakathi
    -nqumla phakathi
    The line bisects the circle Umgca unqumla isangqa phakathi
    • to divide something into two equal parts
    • ukwahlula into ibe ngamacala amabini alinganayo