Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika bit in isiXhosa

: bit1bit2

bit1

intwana encinane

Ubizo-magama /bit/

isibizoPlural bits

  • 1

    intwana encinane
    intwana ya-
    iceba
    igcuntswana
    isuntswana
    I ate a bit of cheese Nditye intwana encinane yetshizi
    There are bits of glass on the floor Kukho iingceba zeglasi emgangathweni

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika bit in isiXhosa

: bit1bit2

bit2

Ubizo-magama /bit/

isenzi