Inguqulelo ka bite in isiXhosa

bite

-luma

Ubizo-magama /bite/

isenzibit, biting, bitten

  • 1

    -luma
    -tya
    We bite with our front teeth and chew with our back teeth Siluma ngamazinyo ethu angaphambili ze sihlafune ngamazinyo ethu angasemva
  • 2

    (by insects, snakes, etc.)
    -tya
    Mosquitoes bite us in summer Ziyasitya ke iingcongconi ehlotyeni