Inguqulelo ka bless in isiXhosa

bless

-sikelela

Ubizo-magama /bless/

isenziblessed, blessing

  • 1

    -sikelela
    -thamsanqelisa
    The priest blessed the marriage Umfundisi wawusikelela umtshato
    God bless you! Inkosi ikusikelele!