Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika block in isiXhosa

: block1block2

block1

ibhloko

Ubizo-magama /blok/

isibizoPlural blocks

  • 1

    ibhloko
    isiqobo
    The wall was built with big square blocks of stone Udonga lwakhiwa ngezikwere ezikhulu zeebhloko zamatye
  • 2

    (of flats or apartments)
    ibhloko
    iifleti
    I live in this block of flats Ndihlala kule bhloko yeeflethi
  • 3

    (in layout of streets)
    ibhloko
    Our house is in this block Indlu yethu ikule bhloko

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika block in isiXhosa

: block1block2

block2

-vingca

Ubizo-magama /blok/

isenziblocked, blocking

  • 1

    -vingca
    -thintela
    -vala
    A big bus blocked the road Ibhasi enkulu yavala indlela